[adsforwp id=”219″]

Njengexhama elinxaniweyo umphefumlo wam unxanelwe
(Like a thirsty deer, my soul thirsts for)
UYesu uThixo osindisayo nguye umthombo wamanzi aphilayo
(Jesus, God who saves, He is the fountain of living water)
Umphefumlo wam unxaniwe

Umphefumlo wam unxaniwe
(My soul is thirsty)
Umphefumlo wam unxanelwe wena wedwa
(My soul thirsts for You alone)
Ndilangazelela ukusondela kuwe kuwe
(I long to draw near to You)

check amazon for Njengexhama mp3 download
these lyrics are submitted by itunes3
Songwriter(s): Langa Mbonambi

[ad_2]

Play Now

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here